Video de: Lala Ngoxolo Lyrics Ami Faku » Afro Fox.MusicaDe.Win

Bienvenidos a Fox.MusicaDe.Win Disfruta del Video de: Lala Ngoxolo 2025 Ami Faku » Afro y comparte musicas con los amigos, Musica Gratis 2025! Fox.MusicaDe.Win!.

Video de: Lala Ngoxolo Lyrics Ami Faku » Afro

Ami Faku - Lala Ngoxolo Lyrics


[Verse 1: Ami Faku]
Sobonana kweli linye ilizwe
Kuyabanda ekhaya awukho
Ndingxamele ubona uncumo lwakho
Sihleli siphele sisqhazolo

[Chorus: Ami Faku]
Okwangoku
Lala, lala ngoxolo
Lala, lala ngoxolo
Lala, lala ngoxolo

Okwangoku
Lala, lala ngoxolo
Lala, lala ngoxolo
Lala, lala ngoxolo

[Verse 2: Ami Faku]
Uyabona manje, akukho xolo
Bendicimba ndinamandla, andiy'kholelwa
Linyembezi, azi pheli
Akusafani la ma ungekho
Ubungathe awuyonto, ngaphandle kwami
Awuyonto
Kwaphela ububoza
Andinanto
Joba umkile
[Chorus: Ami Faku]
Okwangoku
Lala, lala ngoxolo
Lala, lala ngoxolo
Lala, lala ngoxolo

Okwangoku
Lala, lala ngoxolo
Lala, lala ngoxolo
Lala, lala ngoxolo

[Verse 3: Emtee]
(Ayy)
You used to tell me I would go far, ayy
You used to tell me I'd be a star, ayy
I know you living better where you are, ayy
You don't need no ice, don't need no fancy car, ayy
Ngelinye langa sizo bonana
Ngelinye langa sizo bloma-ah
Ngelinye langa sizo bonana
Ngelinye langa sizo bloma-ah
We don't live forever, we don't live forever
But I know one day we gon' be together
We don't live forever, we don't live forever

[Bridge: Ami Faku]
Sobonana kweli linye ilizwe (Ilizwe)
Kuyabanda ekhaya awukho
Ndingavuya ukuva ilizwi lakho
Impilo ibhlungu awukho, mmh-mm
[Chorus: Ami Faku]
Okwangoku
Lala, lala ngoxolo
Lala, lala ngoxolo
Lala, lala ngoxolo

Okwangoku
Lala, lala ngoxolo
Lala, lala ngoxolo
Lala, lala ngoxolo

Lala Ngoxolo » Ami Faku Letras !!!
Esta web no aloja ningun archivo mp3©Fox.MusicaDe.Win 2025 Colombia - Chile - Argentina - Mexico. All Rights Reserved.

Musica Online, Escuchar musica online , Musica En Linea, Musica en linea gratis, Escuchar Musica Gratis, Musica Online 2025, Escuchar Musica

Musica 2025, Musica 2025 Online, Escuchar Musica Gratis 2025, Musica 2025 Gratis, Escuchas, Musica de Moda.