Letra Ndikhona | Zahara

Ndikhona - Zahara

Música de Pop

Ndikhona | Zahara | Pop - La Mejor Musica OnLine 2024 Cancion de Zahara, Musica OnLine Gratis Musica Para Disfrutar donde te encuentres con amigos o familiares, escucha musica gratis de Ndikhona | Zahara | Pop

Musica de Inicio ⚡

Ndikhona - Zahara Lyrics


"Ndikhona" lyrics Zahara Lyrics "Ndikhona"

Zange ndabala ngothando olumnandi
Zange ngathandwa kanjena
Zange ndahlonitshwa kanjena
Ndiziva njengenkosazana

Uba luthando olufunayo ndikhona ndingunoluthando
Uba ufuna unonyamezela ndikhona ndinonyamezelo
Uba ufuna umteteleli ndikhona ndingunontetelelo
Ndibize...

Ndibize (mandla ami)
Ndibize (thando lwami)
Zungayeka ukungikatalela
Ndibize
Ndibize (mandla ami)
Ndibize (thando lwami)
Uthando lwakho luyandiphilisa
Ndibize

Zange ndaziva njengonodoli undiphathise okwenkosazana
Ndithanda indlela ondiphethe ngayo Mkhokheli wami
Undibiza mfula wami
Undibiza langa lakho
Ndibize ndibize

Xa ufuna ixesha ndikhona ndingunoxesha
Xa ufuna ukongiwa ndikhona ndingumongikazi
Xa ufuna ukutuma ndikhona ndisisitunywa
Ndibize...

Ndibize (mandla ami)
Ndibize (thando lwami)
Zungayeka ukungikatalela
Ndibize
Ndibize (mandla ami)
Ndibize (thando lwami)
Ndibize

Ndibize (mandla ami)
Ndibize (thando lwami)
Uthando lwakho luyandiphilisa
Ndibize
Ndibize (mandla ami)
Ndibize (thando lwami)
Ndibize
Ndibize



Ndikhona » Zahara Letras !!!

Más Música de Zahara

  1. Bawo - Zahara
  2. Berlin U5 - Zahara
  3. Berlin U5 Reputa Ft Alizzz - Zahara
  4. Caida Libre - Zahara
  5. Cancion De Muerte Y Salvacion - Zahara
  6. Crash - Zahara
  7. Dolores - Zahara
  8. Donde Habitan Los Monstruos - Zahara
  9. El Deshielo - Zahara
  10. El Frio - Zahara
  11. Esto No Es Una Cancion Politica - Zahara
  12. Forever Yours - Zahara
  13. Hagase Tu Voluntad - Zahara
  14. Inmaculada Decepcion - Zahara
  15. Int Noche - Zahara
  16. Intnoche - Zahara
  17. Iphupho Lam - Zahara
  18. Izolo - Zahara
  19. La Gracia - Zahara
  20. La Hostia De Dios - Zahara
  21. Merichane Reputa Ft Shego - Zahara
  22. Ndikhona - Zahara
  23. Ndincede - Zahara
  24. Nqaba Yam - Zahara
  25. Ntak Encinane - Zahara
  26. Nyamezela - Zahara
  27. Oh Salvaje - Zahara
  28. Ramona Reputa Ft Pretty Pretty 2000 - Zahara
  29. Rey De Reyes - Zahara
  30. Senzeni - Zahara
  31. Sinda Mphefumlo - Zahara
  32. Systems - Zahara
  33. Taylor - Zahara